“Ukuba ngaba uyaguquka, Sirayeli, guqukela kum, kutsho mna *Ndikhoyo. Ukuba uyazisusa emehlweni am izithixo zakho ezilizothe, ungabi sakreqa; ukuba ufunga usithi: ‘Ekho nje uNdikhoyo,’ ube ke ufunga ngenene nangenyaniso nangokuthembekileyo; ukuba wenjenjalo iintlanga ziya kuthi mandizisikelele, zindidumise.”
Funda UJEREMIYA 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 4:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo