Buvume nje kuphela wena ubugwenxa bakho, ngokuba umvukele uNdikhoyo uThixo wakho, wasuka wazandlalela abasemzini ngaphantsi kwemithi eyokozelayo, awalithobela ilizwi lam.’ Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. “Buyela kum, lusaphondini olukreqayo!” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. “Ndim inkosi yenu. Ndiza kukhetha umntu abe mnye edolophini, babe babini kwisizwe ngasinye, ndinibuyisele kwaseZiyon
Funda UJEREMIYA 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 3:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo