UJEREMIYA 13:23

UJEREMIYA 13:23 XHO96

Angalijika na ibala lolusu lwakhe umKushe? Yona ingwe ingawajika amabala ayo? Nani eniqhele imikhwa emibi aninakujika nenze okulungileyo.