UJEREMIYA 11:20

UJEREMIYA 11:20 XHO96

Ndibhenela kuwe, Ndikhoyo Somandla-onke, wena mgwebi olilungisa, wena mgocagoci weentliziyo neengqondo zabantu. Wonke lo mcimbi wam ndiwuxhoma kuwe; mandikubone ke ukundiphindezela kwakho kubo.