Wathi: “Nanga amaFilistiya, Samson!” Ke yena wavuka ebuthongweni esithi: “Ndiya kubuya ndiwavuthulule ndiphuncuke.” Kambe ke wayengaqondi ukuba ushiyiwe *nguNdikhoyo.
Funda IINKOKHELI 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINKOKHELI 16:20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo