EKAYAKOBI 5:16

EKAYAKOBI 5:16 XHO96

Ngoko ke zivumeni izono omnye komnye, nithandazelane, khon' ukuze ninyangeke. Kaloku umthandazo womntu olungileyo unamandla angummangaliso.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne EKAYAKOBI 5:16