Izizwe nezikumkani ziya kukuququzelela, zifane nomfazi okhulisa usana lwakhe. Nawe ke uya kutsho uqonde ukuba ndim mna Ndikhoyo okusindisileyo, wazi ukuba ngenene ukhululwe yiNgangalala enguThixo kaYakobi.
Funda UISAYA 60
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 60:16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo