UHOSIYA 5:15

UHOSIYA 5:15 XHO96

ndize ke ndibuyele endaweni yam, bade basivume isono sabo, banqwenele ukububona ubuso bam. Ewe, bondizingela bendifuna ngenxa yokuminxwa ziimbandezelo.”