EYEZIQALO 37:6-7

EYEZIQALO 37:6-7 XHO96

Wathi kubo: “Khanive ndinixelele iphupha lam. Ndiphuphe sisemasimini, sibopha izithungu zengqolowa. Suka esam isithungu sema nkqo, zaza ezenu zeza kusingqonga, zakhahlela kuso.”