Uthe uEsawu: “Mfondini, ndiyafa! Buza kundenzela ntoni obu buzibulo uthetha ngabo?” Uthe uYakobi: “Funga kuqala ukuba uza kundinika ubuzibulo.” Wafunga ke uEsawu, enikezela ngobuzibulo bakhe kuYakobi.
Funda EYEZIQALO 25
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEZIQALO 25:32-33
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo