AMAVA ENGQONDI 2:11

AMAVA ENGQONDI 2:11 XHO96

Ndathi ke ndakuwuphonononga wonke umsebenzi wezandla zam nokubulaleka endibulaleke ngako, ndafumanisa ukuba yonke loo nto ngamampunge nje, yimfeketho enjengokusukelana nomoya. Ewe, akukho nzuzo apha phantsi kwelanga.