Mkhumbule uMdali wakho ngemihla yobutsha bakho, ngoku ingekafiki imihla yeenkathazo, ingekasondeli neminyaka apho uya kuthi: “Akukho nto imnandi ekudleni ubomi.” Ngelo thuba ke ukukhanya kwelanga, inyanga, neenkwenkwezi, kosuka kufiphale kuwe, nezulu lihlale lisibekele ngathi kungemva kwemvula.
Funda AMAVA ENGQONDI 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: AMAVA ENGQONDI 12:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo