UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:13
UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:13 XHO96
Amalungu *eBhunga amangaliswa kukubona ukungafihlisi kukaPetros noYohane, eqonda ukuba bangabantu nje abaqhelekileyo abangenamfundo. Baphawula nokuba babengamahlakani kaYesu.