2 KAPETROS 3:9

2 KAPETROS 3:9 XHO96

Ke iNkosi ayikubambezeli ukuzalisekiswa kwesithembiso esenzileyo, njengoko abanye baba kunjalo. Nto nje ininyamezele kuba ingafuni kutshabalale mntu. Koko ifuna wonke ubani afumane ithuba lokuguquka.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 2 KAPETROS 3:9