2 KWABASEKORINTE 12:9

2 KWABASEKORINTE 12:9 XHO96

Kodwa yandiphendula yathi: “Ubabalo lwam lukwanele, kuba amandla am acaca xa ubuthathaka.” Ngoko ke ndikhetha ukuqhayisa ngezinto ezibonakalisa ubuthathaka bam, ukuze ndikuve ukongama kwamandla kaKrestu phezu kwam.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 2 KWABASEKORINTE 12:9