2 KWABASEKORINTE 1:3-4

2 KWABASEKORINTE 1:3-4 XHO96

Makabongwe uThixo, uyise weNkosi yethu uYesu Krestu, uBawo uSozinceba, uThixo umthombo wentuthuzelo. Yena uyasithuthuzela ezimbandezelweni zethu zonke, ukuze nathi sikwazi ukubathuthuzela abanye kwangaloo ntuthuzelo ivela kuye.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 2 KWABASEKORINTE 1:3-4