Ngamhla uthile, beseShilo apho, kwakuba kutyiwe kwaselwa, wasuka waphakama uHana, ebindekile, wazibika *kuNdikhoyo. Ngelo xesha umbingeleli uEli wayehleli esihlalweni sakhe ngasemnyango wendlu kaNdikhoyo. Ebuhlungu enjalo uHana, wathandaza
Funda 1 KASAMWELI 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 1 KASAMWELI 1:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo