1 YOOKUMKANI 17:24

1 YOOKUMKANI 17:24 XHO96

Loo mhlolokazi ke wathi apho kuEliya: “Ngenene ngoku ndiyaqonda ukuba wena ungumfo wakwaThixo, yaye ke nelizwi olithethayo lelikaNdikhoyo, liyinyaniso.”