Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

IINDUMISO 30:12

IINDUMISO 30:12 XHO75

Ukuze uzuko lwam luvume ngawe, lungàthi cwaka. Yehova, Thixo wam, ndiya kubulela kuwe ngonaphakade.