IINDUMISO 134

134
Imibongo yasebusuku kuThixo
Ingoma yezinyuko.
1Yabonani, mbongeni uYehova, nonke bakhonzi bakaYehova,
Nimiyo endlwini kaYehova ebusuku.
2Phakamiselani engcweleni izandla zenu,
Nimbonge uYehova.
3Makakusikelele eZiyon uYehova,
UMenzi wezulu nehlabathi.

Currently Selected:

IINDUMISO 134: XHO75

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena