IINDUMISO 131
131
Ukukholosa ngoThixo ngobulali
Ingoma yezinyuko; kaDavide.
1Yehova, intliziyo yam ayiphakamile, amehlo am akaqwayingile;
Andihambi ezintweni ezinkulu,
Eziyimisebenzi ebalulekileyo kum.
2Inene, ndiwuzolisé ndawuthozamisa umphefumlo wam;
Ùnjengomntwana olunyulweyo, ehleli kunina;
Ùnjengomntwana olunyulweyo umphefumlo wam kum.
3Wena Sirayeli, lindela kuYehova
Kususela ngoku kude kuse ephakadeni.
Currently Selected:
IINDUMISO 131: XHO75
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
© Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved.