UYehova uya kukugcina ebubini bonke, Uya kuwugcina umphefumlo wakho. UYehova uya kukugcina ukuphuma kwakho nokungena kwakho, Kususela ngoku kude kuse ephakadeni.
Funda IINDUMISO 121
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 121:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo