Hayi, uyolo lomntu ofumene ubulumko, Lomntu ozuze ingqondo! Kuba lulungile urhwebo lwabo ngaphezu korhwebo lwesilivere, Nongeniselo lwabo ngaphezu kwegolide embiweyo.
Funda IMIZEKELISO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IMIZEKELISO 3:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo