Nyana wam, musa ukuwulibala umyalelo wam; Intliziyo yakho mayiyibambe imithetho yam; Kuba iya kukongeza imihla emide, Neminyaka yobomi, noxolo.
Funda IMIZEKELISO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IMIZEKELISO 3:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo