Kuba ukuphamba kweziyatha kuyazibulala, Nobunqobo bezinyabi buyazitshabalalisa. Ke yena ondivayo uhleli ekholosile, Wonwabile ekunkwantyiseni kobubi.
Funda IMIZEKELISO 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IMIZEKELISO 1:32-33
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo