KUFILEMON 1:4-6

KUFILEMON 1:4-6 XHO75

Ndihlala ndibulela kuye uThixo wam, ndikukhumbula emithandazweni yam, ndiluva nje olwakho uthando, nokholo onalo kuyo iNkosi uYesu, nakubo bonke abangcwele, ukuze ubudlelane bokholo lwakho bube nokusebenza ngokwazi konke okulungileyo okukuni, kuse kuKristu Yesu.