UMATEYU 5:15-16

UMATEYU 5:15-16 XHO75

kananjalo abasibaneki isibane basibeke phantsi kwesitya; basibeka esiphathweni saso, sikhanyisele bonke abasendlwini. Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo lwenu phambi kwabantu; ukuze bayibone imisebenzi yenu emihle, bamzukise uYihlo osemazulwini.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 5:15-16