UYOSHUWA 1:8

UYOSHUWA 1:8 XHO75

Ize ingesuki incwadi yaló myalelo emlonyeni wakho; uze ucinge ngayo imini nobusuku, ukuze ugcine, ukwenze konke okubhaliweyo kuyo; ngokuba wòba nokuphumelela ngendlela yakho oko, ukwenze ngengqiqo oko.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UYOSHUWA 1:8