UYEREMIYA 42:11-12

UYEREMIYA 42:11-12 XHO75

Musani ukumoyika ukumkani waseBhabheli, lowo nimoyikayo; musani ukumoyika, utsho uYehova; ngokuba ndináni, ukuba ndinisindise, ndinihlangule esandleni sakhe. Ndiya kunenzela imfesane, abe nemfesane kuni, anibuyisele emhlabeni wakowenu.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UYEREMIYA 42:11-12