UYEREMIYA 39:17-18

UYEREMIYA 39:17-18 XHO75

Ke ndokuhlangula ngaloo mhla, utsho uYehova, ungànikelwa esandleni samadoda onxungupheleyo ngawo. Ngokuba, inene, ndiya kukuzisa, ungawi likrele; úya kuba lixhoba kuwe umphefumlo wakho, ngokuba ukholose ngam; utsho uYehova.