UYEREMIYA 33:8

UYEREMIYA 33:8 XHO75

Ndobahlambulula ebugwenxeni babo bonke, aboné ngabo kum; ndibuxolele ubugwenxa babo bonke, boné ngabo kum, bakreqa ngabo kum.