UYEREMIYA 14:7

UYEREMIYA 14:7 XHO75

Ukuba ubugwenxa bethu bungqina ngathi, Yehova, yenza ngenxa yegama lakho; ngokuba kuninzi ukuphamba kwethu; sonile kuwe.