Phakathi kothixo abangento beentlanga, bakhó na abangánisa imvula? Izulu lingáyinika na imivumbi? Asinguwe na, Yehova Thixo wethu? Sithembé wena; ngokuba uzenzile wena zonke ezo zinto.
Funda UYEREMIYA 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYEREMIYA 14:22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo