Izilo zasendle ziya kundizukisa, iimpungutye neenciniba; ngokuba ndenza amanzi entlango, nemilambo enkangala, ukuze ndiseze abantu bam, abanyulwa bam. Abantu endizibumbeleyo baya kubalisa indumiso yam.
Funda UISAYA 43
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 43:20-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo