UHOSEYA 7:13

UHOSEYA 7:13 XHO75

Yeha ke bona! kuba babalekile kum. Yimbubho kubo! kuba bakreqile kum. Mna ngendibakhulule, basuka bona bathetha amanga ngam.