KWABASE-EFESE 5:15-17

KWABASE-EFESE 5:15-17 XHO75

Khangelani ngoko, ukuba ningáthini na, ukuze kucokiseke ukuhamba kwenu; ningabi njengabaswele ubulumko, yibani njengezilumko; nizongela ixesha eli, ngokuba le mihla ayindawo. Ngenxa yoko musani ukuba ziintsweli-kuqonda; yibani ngabakuqondayo into okuyiyo ukuthanda kweNkosi.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASE-EFESE 5:15-17