Uze ungazinquli ezo nto, uze ungazikhonzi; kuba mna Yehova, Thixo wakho, ndinguThixo onekhwele, ndibuvelela ubugwenxa booyise koonyana nakwesesithathu nakwesesiné isizukulwana sabandithiyileyo; ndiwénzela inceba amawaka abandithandayo, abayigcinayo imithetho yam.
Funda IDUTERONOMI 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IDUTERONOMI 5:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo