IDUTERONOMI 5:33

IDUTERONOMI 5:33 XHO75

Hambani ngeendlela zonke awaniwisela umthetho ngazo uYehova uThixo wenu, ukuze niphile; kulúnge kuni, niyolule imihla ezweni elo niya kulima.