KWABASEKOLOSE 4:2-4

KWABASEKOLOSE 4:2-4 XHO75

Zingisani ukuthandaza, niphaphamile kuko, ninombulelo; kunye noko nisithandazela, ukuze uThixo asivulele umnyango welizwi, ukuba siyithethe imfihlelo kaKristu, endikhonkxwe ngenxa yayo; ukuze ndiyibonakalalise, njengoko ndimelwe kukuthetha ngako.