IZENZO 15:8-9

IZENZO 15:8-9 XHO75

UThixo, umazi-ntliziyo, wazingqinela, ezinika uMoya oyiNgcwele kwanjengathi; akacalula phakathi kwethu nazo, ezihlambulule iintliziyo zazo ngokholo.