KUTIMOTI I 4:4-5

KUTIMOTI I 4:4-5 XHO75

Ngokuba sonke isidalwa sikaThixo sihle; asiyonto yakulahlwa, ukuba samkelwe ngombulelo; kuba singcwaliswa ngalo ilizwi likaThixo nangezibongozo.