KWABASEKORINTE I 3:13

KWABASEKORINTE I 3:13 XHO75

umsebenzi walowo nalowo wobonakalaliswa; kuba loo mini iya kuwazísa, ngokuba iya kuvela inomlilo; nomsebenzi walowo nalowo, umlilo uya kuwucikida ubunjani bawo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKORINTE I 3:13