KWABASEKORINTE I 12:17-19

KWABASEKORINTE I 12:17-19 XHO75

Ukuba umzimba lo uphela ubuliliso, bekuya kuba phi na ukuva? Ukuba ubukukuva uphela, bekuya kuba phi na ukusezela? Kungoku ke uThixo wawamisa amalungu, lalelo nelo emzimbeni, njengoko wathandayo. Ukuba ke onke ebelungu linye, ubuya kuba phi na umzimba?