1
Iindumiso Iindumiso 22:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kumongameli. Umhobe kaDavide. Thixo wam, Thixo wam, undishiye ngani na? Yini na ukuba ude ungandincedi, uthethe ngokubhonga kwam?
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 22:1
2
Iindumiso Iindumiso 22:5
Babiza kuwe, basindiswa; bakholose ngawe, àbadana.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 22:5
3
Iindumiso Iindumiso 22:27-28
Ziya kukhumbula zonke iziphelo zehlabathi, zibuyele kuYehova, iguqe phambi kwakho yonke imizalwane yeentlanga. Kuba ubukumkani bobukaYehova, yaye nguye umlawuli weentlanga.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 22:27-28
4
Iindumiso Iindumiso 22:18
Babelana ngeengubo zam, bazenza amaqashiso ngempahla yam
Phonononga Iindumiso Iindumiso 22:18
5
Iindumiso Iindumiso 22:31
Baya kuza baxele ubulungisa bayo Kubantu abaza kuzalwa, ukuba nguye owenze oko.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 22:31
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo