IINDUMISO 22:27-28
IINDUMISO 22:27-28 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ziya kukhumbula zonke iziphelo zehlabathi, zibuyele kuYehova, iguqe phambi kwakho yonke imizalwane yeentlanga. Kuba ubukumkani bobukaYehova, yaye nguye umlawuli weentlanga.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22IINDUMISO 22:27-28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ziya kukhumbula zibuyele kuYehova zonke iziphelo zehlabathi, Iqubude phambi kwakhe yonke imizalwane yeentlanga: Ngokuba bobukaYehova ubukumkani, Nguye umlawuli ezintlangeni.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22