1
uMarko uMarko 5:34
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi ke kuyo, Ntombi yam, ukholo lwakho lukusindisile; hamba ngoxolo, phila kwisibetho sakho.
Thelekisa
Phonononga uMarko uMarko 5:34
2
uMarko uMarko 5:25-26
Kwaye kukho ntokazi ithile, eyayinethombo legazi iminyaka elishumi elinamibini. Wayeve ubunzima obuninzi kumagqirha amaninzi, edleke konke abenako, engancedi lutho, esuke wahambela phambili ebubini
Phonononga uMarko uMarko 5:25-26
3
uMarko uMarko 5:29
Watsha kwaoko umthombo wegazi layo; yeva emzimbeni wayo ukuba iphilisiwe kweso sibetho.
Phonononga uMarko uMarko 5:29
4
uMarko uMarko 5:41
Wayibamba ngesandla intombazana leyo, wathi kuyo, Talita, kumi; oko kukuthi ngentetho evakalayo, Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka.
Phonononga uMarko uMarko 5:41
5
uMarko uMarko 5:35-36
Kwathi, esathetha, kwafika amadoda evela kwamphathi wendlu yesikhungu, athi, Ifile intombi yakho; usamkhathazelani na uMfundisi? Kwangoko uYesu, elivile elo zwi lithethwayo, wathi kumphathi wendlu yesikhungu, Musa ukoyika, kholwa kuphela.
Phonononga uMarko uMarko 5:35-36
6
uMarko uMarko 5:8-9
Kuba ebethe kuye, Phuma emntwini apho, moyandini ungcolileyo. Yambuza ke esithi, Ungubani na igama lakho? Waphendula ke yena esithi, NdinguMkhosi igama lam; kuba sibaninzi.
Phonononga uMarko uMarko 5:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo