1
uMateyu uMateyu 9:37-38
Contemporary Xhosa Bible 2024
Aze athi kubafundi bakhe, Ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa. Khungani ngoko eNkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 9:37-38
2
uMateyu uMateyu 9:13
Khaniye nifunde ukuba kukuthini na ukuthi, Ndithanda inceba, andithandi mbingelelo; kuba andize kubiza malungisa, ndize kubiza aboni ukuba baguquke.
Phonononga uMateyu uMateyu 9:13
3
uMateyu uMateyu 9:36
Uthe ke, akuzibona izihlwele, wasikwa yimfesane zizo, ngokuba zibe zityhafile, zichithakele ngokwezimvu ezingenamalusi.
Phonononga uMateyu uMateyu 9:36
4
uMateyu uMateyu 9:12
Evile ke uYesu, wathi kubo, Akufuneki gqirha kwabaphilileyo, lifuneka kwabafayo.
Phonononga uMateyu uMateyu 9:12
5
uMateyu uMateyu 9:35
Waye uYesu eyihamba yonke imizi nemizana, efundisa ezindlwini zabo zesikhungu, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani, ephilisa izifo zonke nezikhuhlane zonke ebantwini.
Phonononga uMateyu uMateyu 9:35
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo