1
uMateyu uMateyu 7:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 7:7
2
uMateyu uMateyu 7:8
Kuba wonke umntu ocelayo, uyazuza; nalowo ufunayo, uyafumana; nalowo unkqonkqozayo uya kuvulelwa.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:8
3
uMateyu uMateyu 7:24
Ngoko ke wonke umntu owevayo la mazwi am, awenze, uya kufaniswa nendoda eyingqondi, yona yayakhelayo elulwalweni indlu yayo.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:24
4
uMateyu uMateyu 7:12
Zonke izinto ngoko enisukuba ninga bangazenza abantu kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo; kuba oko kungumthetho nabaprofeti.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:12
5
uMateyu uMateyu 7:14
Ngokuba limxinwa isango, icuthene nendlela, esa ebomini; bambalwa ke abalifumanayo.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:14
6
uMateyu uMateyu 7:13
Ngenani ngesango elimxinwa; ngokuba libanzi isango, iphangalele nendlela, esa entshabalalweni, baninzi ke abangena ngalo.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:13
7
uMateyu uMateyu 7:11
Ukuba ke ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na yena uYihlo osemazulwini ukugqithisela ngokubapha okulungileyo abo bamcelayo?
Phonononga uMateyu uMateyu 7:11
8
uMateyu uMateyu 7:1-2
Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:1-2
9
uMateyu uMateyu 7:26
Nomntu wonke owevayo la mazwi am, angawenzi, uya kufaniswa nendoda esisiyatha, yona yayakhelayo entlabathini indlu yayo.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:26
10
uMateyu uMateyu 7:3-4
Yini na ke ukuba usibone isibi esisesweni lomzalwana wakho, kanti wona umqadi okwelakho iliso akuwuqiqi? Okanye ungáthini na ukuthi kumzalwana wakho, Yeka ndisikhuphe isibi esweni lakho; kanti nanku umqadi kwelakho iliso?
Phonononga uMateyu uMateyu 7:3-4
11
uMateyu uMateyu 7:15-16
Balumkeleni abaprofeti ababuxoki, abeza kuni ngezambatho zeegusha, ngaphakathi ke beziingcuka eziqwengayo. Nobaqonda ngeziqhamo zabo. Ngaba abantu bakha iidiliya emithaneni enameva okanye amakhiwane enkunzaneni?
Phonononga uMateyu uMateyu 7:15-16
12
uMateyu uMateyu 7:17
Ngokunjalo wonke umthi olungileyo uvelisa iziqhamo ezihle; ke wona umthi ongenguwo uvelisa iziqhamo ezibi
Phonononga uMateyu uMateyu 7:17
13
uMateyu uMateyu 7:18
umthi olungileyo awunakuvelisa ziqhamo zibi, nomthi ongenguwo awunakuvelisa ziqhamo zihle.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:18
14
uMateyu uMateyu 7:19
Wonke umthi ongavelisi ziqhamo zihle uyagawulwa, uphoswe emlilweni.
Phonononga uMateyu uMateyu 7:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo