1
uMateyu uMateyu 12:36-37
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndithi ke kuni, Onke amazwi angewani abathe bawathetha abantu, baya kuphendula ngawo ngomhla womgwebo; kuba ngawo amazwi akho uya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho uya kugwetywa.
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 12:36-37
2
uMateyu uMateyu 12:34
Nzalandini yamarhamba, ningathini na ukuba nako ukuthetha izinto ezilungileyo, nikhohlakele nje? kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.
Phonononga uMateyu uMateyu 12:34
3
uMateyu uMateyu 12:35
Umntu olungileyo, ebuncwaneni obulungileyo bentliziyo yakhe, ukhupha izinto ezilungileyo; nomntu okhohlakeleyo, ebuncwaneni obukhohlakeleyo, ukhupha izinto ezikhohlakeleyo.
Phonononga uMateyu uMateyu 12:35
4
uMateyu uMateyu 12:31
Ngenxa yoko ndithi kuni, Konke ukona nokunyelisa bokuxolelwa abantu; kodwa kona ukunyelisa uMoya oyiNgcwele abasayi kukuxolelwa abantu.
Phonononga uMateyu uMateyu 12:31
5
uMateyu uMateyu 12:33
Wenzani umthi ube mhle, nesiqhamo sawo sibe sihle; okanye niwenze mbi umthi, nesiqhamo sawo sibe sibi; ngokuba umthi waziwa ngesiqhamo sawo.
Phonononga uMateyu uMateyu 12:33
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo