1
uYohane uYohane 13:34-35
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane; Njengoko ndinithandileyo mna, ukuba nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.
Thelekisa
Phonononga uYohane uYohane 13:34-35
2
uYohane uYohane 13:14-15
Ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndiyiNkosi noMfundisi; nani nifanele ukuhlambana iinyawo. Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenze ngako mna kuni.
Phonononga uYohane uYohane 13:14-15
3
uYohane uYohane 13:7
Waphendula uYesu, wathi kuye, Endikwenzayo mna akukwazi wena okwangoku; wokwazi kamva.
Phonononga uYohane uYohane 13:7
4
uYohane uYohane 13:16
Inene, inene, ndithi kuni, Akukho mkhonzi umkhulu kunenkosi yakhe; nalowo uthunyiweyo mkhulu kunalowo umthumileyo.
Phonononga uYohane uYohane 13:16
5
uYohane uYohane 13:17
Ukuba niyazazi ezi zinto, ninoyolo ukuba nithi nizenze.
Phonononga uYohane uYohane 13:17
6
uYohane uYohane 13:4-5
usuka esidlweni, azibeke phantsi iingubo zakhe; wathabatha itawuli, wabhinqa. Emva koko wagalela amanzi esityeni sokuhlambela, waqala ukuzihlamba iinyawo zabafundi, nokuzisula ngetawuli abeyibhinqile.
Phonononga uYohane uYohane 13:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo